Ukudlala yinto ebaluleke kakhulu ekufundeni. Le ncwadi ethi
Masidlaleni ikhuthaza abantwana ukuba bahlole indawo ebangqongileyo
baphuhlise nesakhono sabo sokuzenzela umfanekiso ngqondweni.
Njengokuba igcwele abalinganiswa abavela kwiintlanga ngeentlanga
zoMzantsi Afrika esiziqhenyayo ngawo, le ncwadi izakukhuthaza
abantwana ukuzenzela awabo amabali, bazicele umngeni wokudlala
imidlalo emitsha baze bonwabe kangangoko nabahlobo babo.
Les mer
Produktdetaljer
ISBN
9781776251834
Publisert
2023
Utgiver
Vendor
Pan Macmillan South Africa Children's books
Språk
Product language
Engelsk
Format
Product format
Digital bok
Forfatter